He Lives in You

Various Artists

Ingonyama nengw' enamabala

Ingonyama nengw' enamabala

Ingonyama nengw' enamabala

Ingonyama nengw' enamabala

Ubusuku no moya wobomi

Buyakubiza

Mamela

Nezwi

Elinoyiko lwe ntsana

Liyaphendula

Oh mamela

Ubukhosi bo khokho

Yima akukho bunzima

Yiva lamazwi uhlale ethembeni

Hela hey mamela

Hela hey mamela

Hela hey mamela

Hela

Uphila kuwe

Hela hey mamela hela

Uphila nakum

Hela hey mamela hela

Uhlal'ejongile

Hela hey mamela hela

Yonk'into esiyibonayo

Hela hey mamela hela

Nansenemanzini

Ingonyama nengw' enamabala

Nasenyanisweni

Ingonyama nengw' enamabala

Nase mfanekisweni wakho(Ingonyama nengw' enamabala)

Uphila kuwe

Uphila kuwe

Hela hey mamela hela

Uphila nakum

Hela hey mamela hela

Uhlal'ejongile

Hela hey mamela hela

Yonk'into esiyibonayo

Ingonyama nengw' enamabala hela hey mamela hela

Nansenemanzini

Ingonyama nengw' enamabala

Nasenyanisweni

Ingonyama nengw' enamabala

Nase mfanekisweni wakho(Hela hey mamela hela)

Uphila kuwe

Uphila kuwe

Oh oh

Whoa oh

Yima akunabunzima

Yiva lamazwi uhlale

Yibanethemba

Uphila kuwe

Uphila nakum

Uhlal'ejongile

Yonk'into esiyibonayo

Nansenemanzini

Ingonyama nengw' enamabala

Nasenyanisweni

Ingonyama nengw' enamabala

Nase mfanekisweni wakho(Ingonyama nengw' enamabala)

Uphila kuwe ah ah

Uphila kuwe whoa

Uphila nakum

Uhlal'ejongile

Yonk'into esiyibonayo

Uphila kuwe

Uphila kuwe

同歌手歌词